Kumahebhere 11:13 XHO75

13 Aba bonke bafa ngokokholo, bengawafumananga amadinga; besuka bawabona kude, bakholosa, bathakazela, bavuma ukuba bangabasemzini, balundwendwe emhlabeni.

funda isahluko epheleleyo Kumahebhere 11

imbono Kumahebhere 11:13 kwimeko