Kumahebhere 11:5 XHO75

5 Ngokholo uEnoki wafuduselwa emazulwini ukuba angaboni kufa; akaba nakufunyanwa ke, ngenxa enokuba uThixo wamfudusayo; kuba ngaphambi kokufuduswa kwakhe, wangqinelwa ukuba umkholise kakuhle uThixo.

funda isahluko epheleleyo Kumahebhere 11

imbono Kumahebhere 11:5 kwimeko