Kumahebhere 12:25 XHO75

25 Lumkani, ningamali lowo uthethayo. Ukuba ke abo, bamaláyo lowo wahlabayo izihlabo emhlabeni, abasindanga, kobeka phi na ke ukugqithisela kokungasindi kwethu, thina bamnikela umva lowo uhlaba esemazulwini;

funda isahluko epheleleyo Kumahebhere 12

imbono Kumahebhere 12:25 kwimeko