Kumahebhere 2:17 XHO75

17 Ekuthe ngoko wafanelwa kukuba afane nabazalwana bakhe ngezinto zonke, ukuze abe ngonenceba, kwanombingeleli othembekileyo omkhulu ezintweni ezilunge kuThixo, ukuze azicamagushele izono zabantu.

funda isahluko epheleleyo Kumahebhere 2

imbono Kumahebhere 2:17 kwimeko