Kumahebhere 5:5 XHO75

5 Ngokunjalo naye uKristu akazizukisanga ngokwakhe, ukuba abe ngumbingeleli omkhulu; wazukiswa ngowathethayo kuye, wathi,ÙnguNyana wam wena,Mna ndikuzele namhla;(INdum. 2:7)

funda isahluko epheleleyo Kumahebhere 5

imbono Kumahebhere 5:5 kwimeko