Kumahebhere 5:7 XHO75

7 Owathi ngemihla yenyama yakhe, xa wayesondeze izikhungo kwanezibongozo kulowo unako ukumsindisa ekufeni, kunye nodanduluko olunamandla, neenyembezi, waviwa ngenxa yokumhlonela kwakhe uThixo.

funda isahluko epheleleyo Kumahebhere 5

imbono Kumahebhere 5:7 kwimeko