Kumahebhere 7:27 XHO75

27 ekungafunekiyo ukuba athi imihla ngemihla, njengababingeleli abakhulu abaya, anyuse kuqala amadini ngenxa yezono ezizezakhe, andule ukunyusa ngenxa yezabantu; kuba oko wakwenza kwaba kanye, ekuzinyuseni ngokwakhe ngokwedini.

funda isahluko epheleleyo Kumahebhere 7

imbono Kumahebhere 7:27 kwimeko