Kumahebhere 8:11 XHO75

11 Kanjalo abayi kukha bafundise elowo ummelwane wakhe,Elowo umzalwana wakhe, esithi, Yazi iNkosi;Ngokuba baya kundazi bonke,Bethabathela komncinane wabo, base komkhulu wabo.

funda isahluko epheleleyo Kumahebhere 8

imbono Kumahebhere 8:11 kwimeko