Kumahebhere 8:5 XHO75

5 bona bàthi bakhonze umzekelo nesithunzi sezinto zasemazulwini, kwanjengokuba uMoses wayehlatyelwe nguThixo, xa abeza kuwufeza umnquba; kuba wathi, Khangela ukuba uzènze zonke izinto ngokomfuziselo owawuboniswayo entabeni.

funda isahluko epheleleyo Kumahebhere 8

imbono Kumahebhere 8:5 kwimeko