Kwabaseroma 10:14 XHO75

14 Bothini na ke ukumnqula lowo bangakholwanga kuye? Bothini na ke ukukholwa kulowo bangamvanga? Bothini na ke ukuva, kungekho mshumayeli?

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 10

imbono Kwabaseroma 10:14 kwimeko