Kwabaseroma 10:15 XHO75

15 Bothini na ke ukushumayela, bengathunywanga? Njengokuba kubhaliwe kwathiwa, Hayi, ukuba zintle kwazo iinyawo zabashumayela iindaba ezilungileyo zoxolo, zabashumayela iindaba ezilungileyo zezinto ezilungileyo!(UIsaya 52:7)

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 10

imbono Kwabaseroma 10:15 kwimeko