Kwabaseroma 13:4 XHO75

4 kuba lingumlungiseleli kaThixo, wokuba kulungele wena. Ke, ukuba usuka wenze okubi, yoyika; kuba alifumane laliphatha ikrele, kuba lingumlungiseleli kaThixo, umphindezeli ngengqumbo kowenza okubi.

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 13

imbono Kwabaseroma 13:4 kwimeko