Kwabaseroma 14:10 XHO75

10 Ke wena, yini na ukuba umgwebe umzalwana wakho? Hi wena, yini na ukuba umenze into engeyakonto umzalwana wakho? Kuba thina siya kuma sonke phambi kwesihlalo sokugweba sikaKristu.

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 14

imbono Kwabaseroma 14:10 kwimeko