Kwabaseroma 14:9 XHO75

9 Kuba uKristu wafa, wabuya wavuka, wabuya wadla ubomi, ngenxa yoku, ukuze aphathe ubukhosi kwabafileyo, kwanakwabaphilileyo.

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 14

imbono Kwabaseroma 14:9 kwimeko