Kwabaseroma 15:13 XHO75

13 Wanga ke uThixo wethemba elo anganizalisa ngalo lonke uvuyo noxolo ekukholweni, ukuze niphuphume ithemba ngamandla oMoya oyiNgcwele.

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 15

imbono Kwabaseroma 15:13 kwimeko