Kwabaseroma 15:14 XHO75

14 Ke kaloku, bazalwana bam, ndeyisekile nam ngokwam, mayelana nani, kukuba nani ngokwenu nizele nazaliswa kukulunga, nizele kuko konke ukwazi, nínako nokululekana.

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 15

imbono Kwabaseroma 15:14 kwimeko