Kwabaseroma 7:18 XHO75

18 Kuba ndiyazi ukuba ngaphakathi kwam, oko kukuthi enyameni yam, akumi okulungileyo; kuba ukuthanda kukhó ukubakho oku kum; ke kona ukukusebenza okuhle andikufumani.

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 7

imbono Kwabaseroma 7:18 kwimeko