2 Kasamweli 10:14 XHO96

14 Athe ke ama-Amon akubona ama-Aram ebaleka, asuka nawo abaleka angena ngaphakathi esixekweni, esaba kuAbhishayi umntakwabo-Jowabhi. Ngoko ke uJowabhi wabuya ekulweni nama-Amon, waya eJerusalem nomkhosi wakhe.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 10

imbono 2 Kasamweli 10:14 kwimeko