2 Kasamweli 10:18 XHO96

18 Kambe ke ama-Aram aswantsuliswa ngamaSirayeli, waza uDavide wabulala amakhulu asixhenxe amajoni eenqwelo, namashumi amane amawaka amajoni akhwela amahashe. Wangxwelerhwa uShobhaki injengele yomkhosi wawo, waza wafa.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 10

imbono 2 Kasamweli 10:18 kwimeko