2 Kasamweli 10:19 XHO96

19 Zonke iikumkani ezaziphantsi kukaHadadizere zathi zakuqonda ukuba ziyoyiswa ngamaSirayeli, zeza zenza uxolo namaSirayeli, zaba ngaphantsi kwawo.Ukususela oko ama-Aram oyika ukuwanceda emfazweni ama-Amon.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 10

imbono 2 Kasamweli 10:19 kwimeko