2 Kasamweli 11:16 XHO96

16 Kwathi ke ekusingqingeni kwakhe isixeko uJowabhi, wambeka kwelona cala linamagorha u-Uriya.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 11

imbono 2 Kasamweli 11:16 kwimeko