2 Kasamweli 11:17 XHO96

17 Waphuma umkhosi esixekweni, walwa nokaJowabhi. Apho kwawa iqela lamajoni omkhosi kaDavide, wafela apho naye u-Uriya umHeti.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 11

imbono 2 Kasamweli 11:17 kwimeko