2 Kasamweli 12:19 XHO96

19 Kodwa kuthe akuzibona zisebezelana izicaka, warhana uDavide ukuba lubhubhile olo sana. Uzibuzile ke wathi: “Kwenzeke ntoni? Ufile na umntwana?”“Ewe, mhlekazi, ubhubhile,” zitshilo izicaka.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 12

imbono 2 Kasamweli 12:19 kwimeko