2 Kasamweli 12:20 XHO96

20 Wavuka ke emhlabeni uDavide, wahlamba. Wathambisa, wanxiba ezinye izambatho, waya kungena endlwini kaNdikhoyo, wanqula. Usuke apho waya endlwini yakhe, wafika wacela into etyiwayo, watya akuba elungiselelwe.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 12

imbono 2 Kasamweli 12:20 kwimeko