2 Kasamweli 13:18 XHO96

18 Isicaka samkhupha uTamare, saza satshixa ucango.UTamare wayenxibe isambatho eside esinemikhono emide. Kaloku eso sasisinxibo seentombi ezizalwa komkhulu ngaloo mihla.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 13

imbono 2 Kasamweli 13:18 kwimeko