2 Kasamweli 13:19 XHO96

19 Wazigalela ngothuthu entloko uTamare, wasikrazula eso sambatho sakhe side, wathwala izandla entloko, wasitsho isikhalo, ebheka ngakowabo.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 13

imbono 2 Kasamweli 13:19 kwimeko