2 Kasamweli 13:3 XHO96

3 Phofu kwakukho mfo owayevana noAmnon, owayenguYonadabhi igama; wayengunyana kaShama ongumntakwabo-Davide. UYonadabhi lo wayengumfo onamacebo.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 13

imbono 2 Kasamweli 13:3 kwimeko