2 Kasamweli 13:4 XHO96

4 UYonadabhi wathi kuAmnon: “Ungunyana kakumkani, kodwa imihla nezolo akukhululekanga; khawutsho, kwenzeke ntoni?”“Hayi, ndifuna uTamare, lo ungudade bomntakwethu uAbhasalom,” utshilo uAmnon.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 13

imbono 2 Kasamweli 13:4 kwimeko