2 Kasamweli 14:10 XHO96

10 Ukumkani wathi: “Umntu ophinde wakuthethisa uze uze naye apha kum; akasobe aphinde akuthi cha kwakhona.”

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 14

imbono 2 Kasamweli 14:10 kwimeko