2 Kasamweli 14:24 XHO96

24 Akuba efikile ukumkani wathi: “Makaye kuzihlalela endlwini yakhe uAbhasalom; akafuneki nganto apha kum ebhotwe.” Waya kuzihlalela emzini wakhe ke uAbhasalom, akaba savela phambi kokumkani.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 14

imbono 2 Kasamweli 14:24 kwimeko