25 Kwakungekho bani wayenokufaniswa noAbhasalom ngobunzwana kuye wonke uSirayeli. Wayeyinzwana engenasiphako ukusuka entendeni yonyawo lwakhe kuye kutsho phezulu entloko.
funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 14
imbono 2 Kasamweli 14:25 kwimeko