2 Kasamweli 15:3 XHO96

3 uAbhasalom athi: “Ewe, umthetho uyakungqinela, nomcimbi wakho uyavakala, kodwa ukumkani akanaye umntu ongachophela eli tyala.”

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 15

imbono 2 Kasamweli 15:3 kwimeko