2 Kasamweli 15:4 XHO96

4 Wayeqhubeka athi uAbhasalom: “Akwaba ibindim umntu ochophela amatyala kweli lizwe! Bebeya kuza kum bonke nezimangalo zabo, ndibagwebele kakuhle.”

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 15

imbono 2 Kasamweli 15:4 kwimeko