2 Kasamweli 16:10 XHO96

10 Ukumkani wathi: “Ayifuni nina le nto, bonyana bakaZeruya. Ukuba undithuka ngokuthunywa nguNdikhoyo, ngubani onegunya lokuthi kuye: ‘Uyenzela ntoni le nto?’ ”

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 16

imbono 2 Kasamweli 16:10 kwimeko