2 Kasamweli 16:9 XHO96

9 Kwavela uAbhishayi owayezalwa nguZeruya, wathi kukumkani: “Mhlekazi, uyamyeka lo mfi wenja akuthuke wena kumkani? Ndiyeke mna ndiye kumnqumla intloko.”

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 16

imbono 2 Kasamweli 16:9 kwimeko