2 Kasamweli 16:8 XHO96

8 *UNdikhoyo uya kukubuyekeza ngenxa yegazi lendlu kaSawule othe wena waba ngukumkani esikhundleni sakhe. Ubukhosi uNdikhoyo ubunike uAbhasalom unyana wakho. Hayi ke, sigebengandini, isikhuni sibuye nomkhwezeli!”

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 16

imbono 2 Kasamweli 16:8 kwimeko