2 Kasamweli 16:4 XHO96

4 Waqokela wathi ukumkani kuZibha: “Iza kuba yeyakho yonke into ebikade iyeyikaMefibhoshete.”UZibha wathi: “Ndohlala ndisisicaka sakho, mhlekazi; bendinga ndingasoloko ndisenzelwa inceba nguwe.”

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 16

imbono 2 Kasamweli 16:4 kwimeko