2 Kasamweli 16:5 XHO96

5 Uthe ukumkani uDavide akuya kufika eBhawurim, kwavela uShimeyi, unyana kaGera, owayezalana noSawule, eze kumhlangabeza, emthuka wonke lo gama aya kuye.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 16

imbono 2 Kasamweli 16:5 kwimeko