2 Kasamweli 17:16 XHO96

16 Uqhube wathi: “Ke ngoko khawulezani nithumele kuDavide, nithi kuye: ‘Uze ungahlali phaya ngakumazibuko asentlango ngobu busuku. Welela ngaphesheya kweJordan, hleze ukumkani nabantu bonke abanaye bacinywe.’ ”

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 17

imbono 2 Kasamweli 17:16 kwimeko