2 Kasamweli 17:17 XHO96

17 UJonatan kunye noAhimazi babehlala belinde kulaa mthombo wase-En-rogele, kuba bekungafuneki babonwe bengena esixekweni. Kwathunywa isicakazana, saya kubaxelela, baza bona baya kwazisa ukumkani uDavide.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 17

imbono 2 Kasamweli 17:17 kwimeko