2 Kasamweli 17:18 XHO96

18 Kodwa babhaqwa yinkwenkwana eyaya kuxelela uAbhasalom. Bakhawuleza ke bemka kuloo ndawo, baya kuzimela mzini wasemathileni eBhawurim. Kwakukho iqula ngakuloo mzi, baza ke baya kuhlala ngaphakathi kwalo.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 17

imbono 2 Kasamweli 17:18 kwimeko