2 Kasamweli 18:20 XHO96

20 UJowabhi wathi kuye: “Hayi, akukho zindaba zovuyo uya kuzisa kukumkani namhlanje. Loo nto uya kuyenza ngenye imini. Kaloku unyana kakumkani ufile.”

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 18

imbono 2 Kasamweli 18:20 kwimeko