2 Kasamweli 18:21 XHO96

21 Waza ke uJowabhi wathi kumfo waseKushe: “Yiya kuxelela ukumkani oko ukubonileyo.” Wakhahlela umKushe, wangena endleleni.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 18

imbono 2 Kasamweli 18:21 kwimeko