2 Kasamweli 18:22 XHO96

22 UAhimazi unyana kaZadoki waphinda wathi kuJowabhi: “Kungehla okuhlayo, ndiyeke ndingene endleleni emva kwaloo mKushe.”“Kutheni wafuna ukuya ngokwakho kukumkani? Akukho mvuzo aza kukunika wona phofu,” utshilo uJowabhi.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 18

imbono 2 Kasamweli 18:22 kwimeko