2 Kasamweli 19:14 XHO96

14 Loo mlomo kaDavide wazitsalela kuye iintliziyo zamadoda onke akwaJuda, aba mxhelo-mnye, aza athumela kukumkani athi: “Buyela ekhaya, wena kunye nabo bonke abantu abanawe.”

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 19

imbono 2 Kasamweli 19:14 kwimeko