2 Kasamweli 19:15 XHO96

15 Wabuya ukumkani, waya kufika kumlambo iJordan, wahlangatyezwa ngamadoda akwaJuda, awayeze kumkhawulela eGiligali amkhaphe ukuwela loo mlambo.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 19

imbono 2 Kasamweli 19:15 kwimeko