2 Kasamweli 19:38 XHO96

38 Uthe ukuphendula ukumkani: “Makahambe nam uKimam; ndomenzela into efunwa nguwe. Wena ndingakwenzela nantoni na oyifunayo.”

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 19

imbono 2 Kasamweli 19:38 kwimeko