2 Kasamweli 19:39 XHO96

39 Wayiwela ke iJordan ukumkani uDavide nawo onke amadoda omkhosi wakhe. Uthe akuba ngaphesheya wajika wanga uBhazilayi, wamthamsanqela, waza ke uBhazilayi wajika wagoduka.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 19

imbono 2 Kasamweli 19:39 kwimeko