2 Kasamweli 19:4 XHO96

4 Wazigquma ubuso ukumkani, watsho esikrakra isikhalo, esithi: “Yini umntwana wam uAbhasalom! Abhasalom, nyana wam, nyana wam!”

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 19

imbono 2 Kasamweli 19:4 kwimeko