2 Kasamweli 19:5 XHO96

5 Wasuka uJowabhi, waya endlwini kakumkani, wafika wathi kukumkani: “Namhlanje uwaphoxile amadoda omkhosi wakho, nditsho amadoda asindise ubomi bakho, ubomi boonyana neentombi zakho, nabafazi bakho namaqadi akho.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 19

imbono 2 Kasamweli 19:5 kwimeko